Wati ke ngelona xeshana wapilisa abaninzi ezifeni, nasezibulaweni, nakomoya abakohlakeleyo; nemfama ezininzi wazipa ukubona. Waza wapendula u‐Yesu wati kubo: Hambani nishumayeze u‐Johane izinto enizibonileyo nenizivileyo; zokuba imfama ziyamkela ukubona kwazo, iziqwala ziyahamba, amaleperi ayahlanjululwa, izitulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, amahlwempu indaba ezilungileyo ziyashunyayelwa kuwo.
Funda Ivangeli ka‐Luke 7
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Luke 7:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos