Kwakuya kubako imiqondiso elangeni, nasenyangeni, nasezinkwenkwezini; napezu kwomhlaba usizi olunzima lwentlanga ekuxakekeni; lugquma ulwandle namaza; zibohla intliziyo zabantu ngokwoyika nokukangela izinto ezizayo emhlabeni: ngokuba amandla asezulwini eya kuzanyazanyiswa. Bandule ukubona unyana wesintu esiza elifini, enamandla nobungcwalisa obukulu.
Funda Ivangeli ka‐Luke 21
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Luke 21:25-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos