Ivangeli ka‐Luke 19:8

Ivangeli ka‐Luke 19:8 XHO1902A

Wema ke u‐Zakeyu, wati KWINKOSI: Bona ke, isiqingata sempahla yam, Nkosi! ndiyasipa amahlwempu; nokuba kuko ondimhlutileyo into ngokulumkisa, ndiyabuyekeza ngento epindiweyo kane.