Wati akufika kulondawo, wabeka pezulu u‐Yesu, wayibona, wati kuyo: Zakeyu! nxama uhle; ngokuba namhla ndifanele ukuhlala endlwini yako. Yaza yanxama yehla, yamamkela ivuya.
Funda Ivangeli ka‐Luke 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 19:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo