Kwaza kwamzuzu engavumi; kodwa kamva wati pakati kwake: Nakuba UTIXO ndingamoyiki, nomntu ndingamhloneli, ndiya kuti noko, ngenxa yokuba endika taza umhlolokazi lo, ndimlungise, hleze ati ehlala esiza andiqekeze intloko.
Funda Ivangeli ka‐Luke 18
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Luke 18:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos