Nanjengokuba bekusihla emihleni ka‐Nowa, kwoba njalo nasemihleni yonyana wesintu: bebesidla, bebesela, bebezeka, bebesendiswa, kwada kwaba ngumhla u‐Nowa wangena ngawo enqanaweni, kweza nomsingakazi, wabatshabalalisa kwa bonke.
Funda Ivangeli ka‐Luke 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 17:26-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo