Ivangeli ka‐Luke 17:15-16

Ivangeli ka‐Luke 17:15-16 XHO1902A

Yati ke enye kuwo, yakubona ukuba ipilisiwe, yabuya, imdumisa UTIXO ngelizwi elikulu, yeza yawa ngobuso ngasezinyaweni zake, imbulela: yaibe yona ingum‐Samariya.