Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Ivangeli ka‐Luke 17:1-3

Ivangeli ka‐Luke 17:1-3 XHO1902A

WAZA wati kubo abadisipile: Akungebe njalo ukuba zingezi izixakaniso; kodwa kwoba nzima kulowo eziza ngaye! Kulungele yena ukuba ilitye lapezulu lokusila belibotshwa ngasentanyeni yake, waza weyeliswa elwandle, ngapezu kwokuba axakanise omnye waba bancinane. Zilumkeleni: ukuba ke umzalwana wako uyona ngakuwe, mtetise; nokuba uyaguquka, mxolele