WAZA wati kubo abadisipile: Akungebe njalo ukuba zingezi izixakaniso; kodwa kwoba nzima kulowo eziza ngaye! Kulungele yena ukuba ilitye lapezulu lokusila belibotshwa ngasentanyeni yake, waza weyeliswa elwandle, ngapezu kwokuba axakanise omnye waba bancinane.
Funda Ivangeli ka‐Luke 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 17:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo