Ivangeli ka‐Luke 11:4

Ivangeli ka‐Luke 11:4 XHO1902A

Usixolele izono zetu; ngokuba nati sixolela bonke abonayo kuti. Ungasingenisi ekulingweni, zusisindise enkohlakalweni.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Ivangeli ka‐Luke 11:4