I‐Levitikusi 26:5

I‐Levitikusi 26:5 XHO1902A

liti ixesha lokubula lifikele ukuvunwa kwedreyive, nokuvunwa kwedreyive kufikele ixesha lokuhlwayela; naniya kudla ukutya kwenu kude kuhlutwe, nihlale ngokunqaba elizweni lenu.