Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, oninyusayo ezweni le‐Jipete, ndize ndibe NGUTIXO wenu; kukona niya kuba ngcwele, ngokuba ndingcwele mna.
Funda I‐Levitikusi 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Levitikusi 11:45
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo