nirazule intliziyo yenu, kungabi zingubo zenu, niguqukele KUYEHOVA, UTIXO wenu: ngokuba enofefe nenceba yena, equmba kade, enobubele obukulu, enosizi ngobubi.
Funda U‐Joweli 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Joweli 2:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo