Miselani inzilo engcwele, memani intlanganiso enkulu; hlanganisani abadala, nabo bonke abemi belizwe, beze endlwini KAYEHOVA, UTIXO wenu, nibizele KUYEHOVA.
Funda U‐Joweli 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Joweli 1:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo