U‐Jobi 22:21-22

U‐Jobi 22:21-22 XHO1902A

Uz’ uti ke wazane naye, ube noxolo; ngezizinto kuya kuza kuwe okulungileyo. Zuwamkele umteto emlonyeni wake, uwabekele amazwi ake entliziyweni yako.