U‐Jobi 2:10

U‐Jobi 2:10 XHO1902A

Wayesiti kuye: Uyateta njengelinye lamagezakazi lisenje njalo ukuteta. Kanene, okulungileyo siya kukwamkela KUTIXO na, nokubi singakwamkeli yinina? Kuko konke oku akona u‐Jobi ngomlomo wake.