Kwandul’ ukuti, bakuba bebequ̔bile ngemipini izitadiya zanga zimashumi mabini anazihlanu umhlaumbi zimashumi matatu, babona u‐Yesu ehamba pezu kwolwandle, esiza kufupi nenqanawa: basuka boyika. Kodwa wati kubo: Ndim, musani kwoyika.
Funda Ivangeli ka‐Johane 6
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Johane 6:19-20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos