Wati u‐Yesu kuye: Suka, pata uku̔ko lwako, uhambe. Waselesenziwa epilile kwa oko umntu lowo, wapata uku̔ko lwake, wahamba. Kekaloku ibiyisabata ngemini leyo.
Funda Ivangeli ka‐Johane 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Johane 5:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo