Wati umfazi kuye: Ndiyazi ukuba u‐Mesiya uyeza; (o‐kutiwa ngu‐Kristu;) xeshekweni kufika lowo, wosishumayeza into zonke. Wati u‐Yesu kuye: Mna nditetayo kuwe ndinguye.
Funda Ivangeli ka‐Johane 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Johane 4:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo