Ivangeli ka‐Johane 16:7-8

Ivangeli ka‐Johane 16:7-8 XHO1902A

Noko ndiyanixelela inyaniso: Kulungele nina ukuba ndimke: ngokuba, xeshekweni ndingemki mna, umonwabisi engayi kuza kuni; kodwa xeshekweni ndiyayo, ndiya kumtuma kuni. Waeya kuti akufika yena eyise ilizwe ngaso isono, nangabo ubulungisa, nangako ukugwetywa