Ivangeli ka‐Johane 16:22-23

Ivangeli ka‐Johane 16:22-23 XHO1902A

Nani ke kambe ninosizi kaloku; kodwa ndiya kunibona kanjako, yaiya kuvuya intliziyo yenu, novuyo lwenu akuko namnye onihluta lona. Ngalomini ke aniyi kundibuza nto. Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuni: Oko enisukuba nikucela KUBAWO egameni lam, uya kunipa kona.