Ndandiya kumtandaza UBAWO, oya kuninika umonwabisi omnye, ukuze ahlale nani kude kube ngunapakade, kwa UMOYA wenyaniso, lowo ilizwe lingemamkele, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi; kodwa nina niyamazi, ngokuba ehlala kuni, waeya kuba pakati kwenu kanjalo.
Funda Ivangeli ka‐Johane 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Johane 14:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo