Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Jeremiya 50:20

U‐Jeremiya 50:20 XHO1902A

Ngaleyomihla, nangeloxesha, utsho UYEHOVA, kungafunwa inkohlakalo ka‐Sirayeli, kodwa yoba ingeko, nezono zika‐Juda, kodwa aziyi kufunyanwa; ngokuba ndiya kuxolela abo ndibasalisayo.