Aniyi kwoyika mna na? utsho UYEHOVA; aniyi kungcangcazela ebusweni bam na, ondibekileyo intlabati ibe ngumda wolwandle, ngommiso ongunapakade, ukuba lungagqiti kuyo? ewe, nakuba amaza alo azamazama, akangeyise; nangona agqumayo, akangegqite kuyo noko.
Funda U‐Jeremiya 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 5:22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo