Ubusiti: Hai ke ubunzima bam! ngokuba UYEHOVA elwongezile usizi ebuhlungwini bam; ndidiniwe kukugula kwam, nokupumla andikufumani. Uya kutsho kuye ukuti: UYEHOVA utsho ukuti: Bona ke, oko ndikwakileyo ndokucita, noko ndikutyalileyo ndokudonyula, kwa lonke elilizwe.
Funda U‐Jeremiya 45
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 45:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo