Ngokuba nditumile kuni izicaka zam abaprofite, ndivuka kusasa ndizituma, ndisiti: Guqukani ke abanye ngabanye endleleni yabo ekohlakeleyo, nilungise izenzo zenu, nize ningalandeli otixo bambi ngokubakonza, naniya kuhlala elizweni endilinikileyo kuni nakoyihlo benu; kodwa anitobanga indlebe yenu, anipulapulanga kum kanjako.
Funda U‐Jeremiya 35
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 35:15
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo