U‐Yisaya 8:12

U‐Yisaya 8:12 XHO1902A

Aniyi kuti: Kuko utelelano, ngako konke abaya kuti ngako ababantu: Kuko utelelano; nize ningoyiki ngokwoyika kwabo, ningankwantyi kanjako.