Abayi kwaka, kuhlalwe ngomnye; abayi kutyala, kutyiwe ngomnye: ngokuba njengemihla yomti yoba njalo imihla yabantu bam; nomsebenzi wezandla zabo bowudla kade abaqashwa bam.
Funda U‐Yisaya 65
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 65:22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo