U‐Yisaya 61:8

U‐Yisaya 61:8 XHO1902A

Ngokuba mna YEHOVA ndibutanda ubugwebo, ndiyitiya impango yobumenemene; ndandiya kunika umvuzo wabo ngenyaniso, nocebano olungunapakade ndolwenza nabo.