Ilanga aliyi kubuya libe sisikanyiso kuwe ngemini; kanjalo inyanga ayiyi kukukanyisa ngenkazimlo; ngokuba UYEHOVA eya kuba sisikanyiso esingunapakade kuwe, NOTIXO wako woba bubuhle bako.
Funda U‐Yisaya 60
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 60:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo