U‐Yisaya 56:6-7

U‐Yisaya 56:6-7 XHO1902A

Nabasemzini, abazibandakanyela KUYEHOVA, ukuba bamkonze, nokuba batande igama LIKAYEHOVA, babe zizicaka zake, bonke abayigcinayo isabata, bengayinco̔lisi, ababambelela kulo ucebano lwam; sendiya kubazisa entabeni yam eyingcwele, ndibavuyise endlwini yam yokutandaza; amadini okutshiswa abo nemibingo yabo yoba ikolekile pezu kwesibingelo sam; ngokuba indlu yam iya kubizwa ngokuti yindlu yokutandaza kubo bonke abantu.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne U‐Yisaya 56:6-7