U‐Yisaya 56:1

U‐Yisaya 56:1 XHO1902A

UTSHO UYEHOVA ukuti: Gcinani ubugwebo, nikwenze okulungileyo; ngokuba usindiso lwam lukufupi ukufika, nobulungisa bam ukutyilwa.