U‐Yisaya 53:11

U‐Yisaya 53:11 XHO1902A

Emva kwosizi lwompefumlo waso, soyibona, sokoliswa: ngokwaziwa kwaso, isicaka sam esilungileyo sogwebela abaninzi; ngokuba izikohlakalo zabo siya kuzitwala.