Kwoba nzima kubo abati ngokukohlakeleyo kulungile, nangokulungileyo kukohlakele; ababeka ubumnyama endaweni yokukanya, nokukanya endaweni yobumnyama; ababeka ubuṙaṙa endaweni yobumnandi, nobumnandi endaweni yobuṙaṙa!
Funda U‐Yisaya 5
Share
Compare All Versions: U‐Yisaya 5:20
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos