Utsho UYEHOVA, ukumkani ka‐Sirayeli, nomkululi wake, UYEHOVA wemikosi, ukuti: Ndingowokuqala, ndingowokupela kanjalo; nangapandle kwam akuko UTIXO.
Funda U‐Yisaya 44
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 44:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo