NGUBANINA olinganisileyo amanzi esigingqini sesandla sake; owenzele amazulu umlinganiso ngesoluko seminwe; obambileyo utuli lwomhlaba esilinganisweni; ozifakileyo intaba ezintweni zokulungelelanisa, nenduli ezintweni zokulinganisa? Ngubanina owalatisileyo umoya KAYEHOVA; ote umhlaumbi, engumcebisi wake, wamazisa? Ucebisene nobanina, ukuba amqondise, amfundise endleleni yobugwebo; umhlaumbi amfundise ukwazi, amazise indlela yokuqonda?
Funda U‐Yisaya 40
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 40:12-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo