Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Yisaya 30:20-21

U‐Yisaya 30:20-21 XHO1902A

Nakuba INKOSI ininika isonka sobunzima namanzi embandezelo, abafundisi bako abasayi kuzimela noko, kodwa amehlo ako obabona abafundisi bako; nendlebe zako ziya kuliva ilizwi emva kwako, lisiti: Nantsi indlela, hambani kuyo; nxa nijika ngasekunene, nanxa nijika ngasekohlo.