Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 5:12-13

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 5:12-13 XHO1902A

Ngokuba naxeshekweni ninge nisiti ngenxa yexesha nibe ngabafundisi, nibuya nifanele ukuba umntu anifundise iziqalelo zokuqala zamazwi KATIXO; ewe ningabo abafanele ubisi, ningengabo abafanele ukutya okuqinileyo. Ngokuba lowo usukuba esela ubisi engenabuciko elizwini lobulungisa; ngokuba engumntwana.