Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 12:11

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 12:11 XHO1902A

Kekaloku akuko kwohlwaywa ixesha kukoyo ngalo okunga kuyinto yovuyo, koko kunga kuyinto yosizi: noko kamva kuyanika isiqa̔mo esiluxolo sobulungisa kwabo baqeliswayo ngako.