U‐Habakuke 1:2
U‐Habakuke 1:2 XHO1902A
Kwoba kade kangakananina ndidanduluka, YEHOVA! ungeva wena; ndikala kuwe ngenxa yobudlwengu, ungasindisi wena?