Wayesiti UTIXO: Lo ngumqondiso wocebano olo ndilwenzayo pakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, kwisizukulwana ngesizukulwana kude kube ngunapakade: Umnyama wam ndiwubekile elifini; wona woba ngumqondiso wocebano pakati kwam nomhlaba.
Funda I‐Genesise 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 9:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo