Waza wati: Asi ngenene na ukuba kubiziwe igama lake ngo‐Yakobi, endilumkisile lamaxesha mabini nje? ubuzibulo bam wandihluta bona, nanku ke kaloku endihlutile itamsanqeliswa lam. Waza wati: Akundibambelanga nalinye itamsanqeliso na?
Funda I‐Genesise 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 27:36
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo