wanga UTIXO akunike kuwo umbete wezulu, nakuko ukutyeba kwomhlaba, nento eninzi yenqolowa neveyine: abantu mabakonze kuwe, nezizwe mazitobe pantsi pambi kwako: yiba yinkosi pezu kwabazalwana bako, nonyana bonyoko mabatobe pantsi kuwe: lowo okuqalekisayo, makaqalekiswe yena; nalowo okutamsanqelayo, makatanyusanqelwe naye!
Funda I‐Genesise 27
Share
Compare All Versions: I‐Genesise 27:28-29
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos