Waye UTIXO weva ilizwi lomfana; yaza ingelosi KATIXO yabiza ku‐Hagare isezulwini, yati kuye: Unandawo nina, Hagare? ungoyiki; ngokuba UTIXO evile ilizwi lomfana apo akona. Suka, umfunqule umfana, umbambe ngesandla sako; ngokuba ndiya kumenza isizwe esikulu.
Funda I‐Genesise 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 21:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo