Wati UTIXO: Okwenene u‐Sara umfazi wako wokuzalela unyana, negama lake uya kulibiza ngo‐Yisake; ndandiya kumisa ucebano lwam naye, lube lucebano olungunapakade nenzalo yake emva kwake.
Funda I‐Genesise 17
Share
Compare All Versions: I‐Genesise 17:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos