Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 6:3-5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 6:3-5 XHO1902A
Ngokuba umntu ukuba uba uyinto, nxa angento, ekohlisa eyake intliziyo. Kodwa bonke ngabanye mabalinge owabo umsebenzi, baye beya kuti oko babe nako bangaqa̔yisayo ngako kokwabo bodwa, kungekokwabanye abantu. Ngokuba bonke ngabanye beya kutwala owabo umtwalo.