baqesha ngakubo abacebisi, ukuba batshitshise iqinga labo, yonke imihla ka‐Koreshe ukumkani we‐Peresiya, kwada kwabako ubukumkani buka‐Dariyusi ukumkani we‐Peresiya.
Funda U‐Ezera 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Ezera 4:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo