Isilivere yabo baya kuyiposa ezitarateni, negolide yabo yoba yinto enco̔lileyo: isilivere yabo negolide yabo ziya kukohlwa kukubahlangula ngomhla womsindo KAYEHOVA; imipefumlo yabo aziyi kuyihlutisa, namatumbu abo aziyi kuwazalisa; ngokuba zisisiku̔bekiselo senkohlakalo yabo.
Funda U‐Hezekile 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Hezekile 7:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo