Wati kanjalo u‐Betsalele wayenza ityeya ngemiti yeshitime: yayizikubite mbini nesiqingata sekubite ubude bayo, nekubite nye nesiqingata sekubite ububanzi bayo, nekubite nye nesiqingata sekubite ubupakamo bayo. Waza wayaleka ngegolide ecocekileyo, pakati nangapandle; wayenzela isitsaba segolide ngento engqongayo.
Funda I‐Kesodusi 37
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 37:1-2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo