Kwaye kute ngezontsuku, nxa selekulile u‐Mosesi, wapuma waya kubo abazalwana bake, wabonela imitwalo yabo; wada wabona um‐Jipete ebeta um‐Hebere, owasebazalwaneni bake. Waza wabeka apa napaya, wati, akubona ukuba akuko mntu, wambulala um‐Jipete, wamselela entlabatini.
Funda I‐Kesodusi 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 2:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo